Luke 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wena ngoko ukuba uya kundibedesha, kwoba kokwako konke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko uthe wena waqubuda phambi kwam, konke oko koba kokwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ngoko uthe wandinqula, zonke ezo nto ziya kuba zezakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko, ukuba uthe wandinqula, zonke ezo zinto zoba zezakho.”