Luke 5:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bebenjalo kwa no‐Yakobi no‐Johane, onyana baka‐Zebedi, abebengamakolwane no‐Simone. Waza u‐Yesu wati ku‐Simone: Ungoyiki; emveni kwakaloku nje woba ubamba abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baba kwanjalo ke noYakobi noYohane, oonyana bakaZebhedi, ababengamadlelane noSimon. UYesu wathi kuSimon, Musa ukoyika;uya kuthabathela kweli xesha ubambisa abantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakwanjalo ke noYakobi noYohane, oonyana bakaZebhedi, ababengamadlelane noSimon. Wathi ke uYesu kuSimon, Musa ukoyika; uthabathela kweli xesha, uya kubambisa abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babemangalisiwe noYakobi noYohane, oonyana bakaZebhedi, ababengabalingane bakaSimon. UYesu ke wathi kuSimon: “Ungoyiki. Ukususela namhlanje uya kuba ngumlobi wabantu.”