Luke 5:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wazinakana u‐Yesu izicamango zabo, wapendula wati kubo: Nicamanga nto nina ezintliziyweni zenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eziqiqile ke uYesu izicamango zabo, waphendula wathi kubo, Nicamanga ntoni na ezintliziyweni zenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eziqiqile ke uYesu izicamango zabo, waphendula wathi kubo, Nicamanga ntoni na ezintliziyweni zenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke, ezazi iingcamango zabo, wabaphendula wathi kubo: “Yini na ukuba nibe nezi ngcamango ezintliziyweni zenu?