Luke 5:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza kwa bonke babanjwa kukuti nqa, badumisa utixo; bazaliswa kukwoyika kanjalo, besiti: Sibone into ezimangalisayo namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besuka bathi nqa bonke, bamzukisa uThixo, bazala kukoyika, besithi, Sibone izanga namhlanje.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Besuka bathi nqa bonke, bamzukisa uThixo, bazala kukoyika, besithi, Sibone imimangaliso namhlanje.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamangaliswa ke bonke, bamdumisa uThixo, besoyika kakhulu, besithi: “Sibone umhlola namhlanje.”