Luke 5:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bati kuye: Kunganina ukuba abadisipile baka‐Johane bazile ukutya futi, benze nezikungo, kwa nababa‐Farisi kanjalo, kanti abako bayatya basele?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku bathi kuye, Kungani na ukuba abafundi bakaYohane bazile ukudla futhi, benze nezikhungo; benjenjalo nababaFarisi;kanti ke bona abakho bayadla basele?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baza bathi kuye, Kungani na ukuba abafundi bakaYohane bazile ukudla futhi, benze imithandazo, benjenjalo nababaFarisi; kodwa abakho bayadla basele?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku abantu abathile bathi kuYesu: “Kutheni na ukuba abafundi bakaYohane *nababaFarasi basoloko bezila ukutya, bethandaza, kanti bona abakho bayatya basele?”