Luke 5:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati kubo: Usapo lwenkambili yomtshakazi ningalwenza luzile ukutya na, oko umyeni analo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke kubo, Ninako yini na ukubazilisa ukudla abegumbi lomtshakazi, xa asenabo umyeni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke kubo, Ninako yini na ukubazilisa ukudla abegumbi lomtshakazi, xa anabo umyeni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kubo: “Ngaba abakhaphi bomyeni ninokubazilisa na ukutya umyeni esenabo?