Luke 5:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakwenje njalo, bavingcela ndawonye into eninzi kakulu yentlanzi; lwafun’ ukuqauka ke utambo lwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi, bakukwenza oko, bavingcela inkitha enkulu yeentlanzi;wawuqhaqheka ke umnatha wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi, bakukwenza oko, bavingcela inkitha enkulu yeentlanzi; wawuqhaqheka ke umnatha wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathi bakwenjenjalo, babambisa inkitha yeentlanzi, kangangokuba waphants' ukuqhaqheka umnatha wabo.