Luke 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Simone Petrosi akubona oko, wawa pantsi ngasemadolweni ka‐Yesu, esiti: Mka kum, ngokuba ndiyindoda engumoni, Nkosi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke akukubona oko uSimon Petros, wawa emadolweni kaYesu, esithi, Mka kum, ngokuba ndiyindoda engumoni, Nkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubonile ke oko uSimon Petros, wawa emadolweni kaYesu, esithi, Mka kum; ngokuba ndiyindoda engumoni, Yehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekubonile okwenzekileyo, uPetros waguqa phambi koYesu, wathi: “Mka kum, Nkosi, kuba ndiyindoda engumoni.”