Luke 5:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebebanjwe kukuti nqa, nabo bonke abebenaye, pezu kwokulotywa kwentlanzi ababekulobile:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wathi makatha, kwanabo bonke ababenaye, ngobanjiso lweentlanzi ezo bazibambisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wathi makatha, kwanabo bonke ababenaye, ngobanjiso lweentlanzi ezo bazibambisayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena nabo bonke ababenaye babemangalisiwe lolo banjiso lungako lweentlanzi.