Luke 6:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ebasingasingele bonke wati emntwini: Yolula isandla sako. Wenje njalo ke; saza isandla sake sabuya senziwa sipilile njengesinye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuba ebasingasingile bonke, wathi kumntu lowo, Solule isandla sakho. Wenjenjalo ke; sabuya saphila ke isandla sakhe, saba kwanjengesinye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuba ebasingasingile bonke, wathi kumntu lowo, Solule isandla sakho. Wenjenjalo; saphila ke isandla sakhe, saba nesesinye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba ebasingasingile bonke, wathi kuloo mntu: “Solule isandla sakho.” Wenjenjalo ke, saza saphila isandla sakhe.