Luke 6:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bona bazaliswa bubugeza, batetana omnye nomnye, ukuba bangenza nto nina ku‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basuka ke bona baphambana ngumsindo; babethethana bodwa, ukuba bangamenza ntoni na uYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basuka ke bona baphambana; baye bethetha bodwa, ukuba bangamenza ntoni na uYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka ke bona bajwaqeka ngumsindo, bebuzana bodwa ukuba bangamthini na uYesu.