Luke 6:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngaleyomihla, wapumela entabeni ukuya kutandaza, wadlulisa ubusuku bonke ekutandazeni kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke ngaloo mihla, waphuma wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wayebudlulisa ubusuku bonke ngokuthandaza kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ke ngaloo mihla, waphuma wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wayebudlulisa ubusuku bonke ethandaza kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ngaloo mihla uYesu waphuma, wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wachitha ubusuku bonke ezibika kuThixo.