Luke 6:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati kwakuba kusile, wabiza abadisipile bake, wanyula kubo ishumi linababini, owabanikayo negama labapostile:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi kwakusa, wababizela kuye abafundi bakhe, wanyula kubo balishumi elinababini, awathi kananjalo wabathiya elokuba ngabapostile:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kwakusa, wababizela kuye abafundi bakhe, wanyula kubo abalishumi elinababini, awababiza ngokuba ngabapostile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakusa wababizela kuye abafundi bakhe, wanyula kubo balishumi elinambini, awababiza ngelokuba ngabathunywa.