Luke 6:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo sonke isihlwele sasifuna ukumcu̔kumisa; ngokuba kube kupuma amandla kuye, abapilisa bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zaye izihlwele zonke zifuna ukumchukumisa; ngokuba kube kuphuma amandla kuye, abaphilise bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zaye izihlwele zonke zifuna ukumchukumisa; ngokuba kube kuphuma amandla kuye, abaphilise bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke loo nkitha yabantu yayifuna ukumchukumisa, kuba wayenamandla okuphilisa, bephila bonke.