Luke 6:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapakamisa amehlo ake ngakubo abadisipile bake, wati: Ninetamsanqa nina nibuhlwempu; ngokuba bubobenu ubukumkani bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza yena wawaphakamisela amehlo akhe kubo abafundi bakhe, wathi, Ninoyolo, nina mahlwempu; ngokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza yena wawaphakamisela amehlo akhe kubo abafundi bakhe, wathi, Ninoyolo, nina mahlwempu; ngokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ebakhangele abafundi bakhe, wathi: “Hayi uyolo lwenu, nina basweleyo, kuba nilawulwa nguThixo!