Luke 6:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ninetamsanqa nina nilambayo kaloku; ngokuba niya kuhlutiswa. Ninetamsanqa nina nililayo kaloku; ngokuba niya kuhleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ninoyolo, nina nilambayo kalokunje; ngokuba niya kuhluthiswa. Ninoyolo, nina nililayo kalokunje; ngokuba niya kuhleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ninoyolo, nina nilambayo kalokunje; ngokuba niya kuhluthiswa. Ninoyolo, nina nililayo kalokunje; ngokuba niya kuhleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi uyolo lwenu, nina balambayo ngoku, kuba niya kuhlutha! Hayi uyolo lwenu, nina balilayo ngoku, kuba niya kuhleka!