Luke 6:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai ubunzima benu, nina nihlutiyo! ngokuba niya kulamba. Hai ubunzima benu, nina nihlekayo kaloku! ngokuba niya kuba lusizi nilile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha, nina nihluthiyo! ngokuba niya kulamba. Yeha, nina nihlekayo kalokunje! ngokuba niya kukhedama nilile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha, nina bahluthiyo! ngokuba niya kulamba. Yeha, nina bahlekayo kalokunje! ngokuba niya kukhedama nilile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawoo, nina bahluthayo ngoku! Nina niya kulamba. Mawoo, nina bahlekayo ngoku! Niya kukhedama nilile nina.