Luke 6:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai ubunzima benu, xeshekweni bonke abantu bateta kakuhle ngani! ngokuba oyise babo bebesenza ngokunjalo kubaprofite ababuxoki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha nina, xa bathe bathetha kakuhle ngani bonke abantu!kuba ooyise babo babesenjenjalo kubaprofeti ababuxoki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha nina, xa bathe bathetha kakuhle ngani bonke abantu! kuba ooyise babo babesenjenjalo kubaprofeti ababuxoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kunyembelekile xa bathe bathetha kakuhle ngani bonke abantu! Kaloku babesenjenjalo ooyise kubashumayeli abaxokayo.”