Luke 6:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokuba niyatanda abo banitandayo nina, niba nokubulelwa okunina? ngokuba naboni betanda abo batanda bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithanda abo banithandayo, ninambulelo mni na?Ngokuba naboni bayabathanda abo babathandayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithanda abo banithandayo, ninambulelo mni na? kuba naboni bayabathanda abo babathandayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba nithanda abo banithandayo bodwa, ninanzuzoni? Kaloku naboni bayabathanda abo babathandayo!