Luke 6:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni nikwenza okulungileyo kubo abo bakwenza okulungileyo kuni, niba nokubulelwa okunina? ngokuba naboni bekwenza kwa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa nithi nenze okulungileyo kwabanenzela okulungileyo, ninambulelo mni na? Ngokuba naboni benza kwaloo nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa nithi nenze okulungileyo kwabanenzela okulungileyo, ninambulelo mni na? ngokuba naboni benza kwaloo nto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nithi nenze okulungileyo kwabanenzela okulungileyo bodwa, ninanzuzoni? Kaloku naboni benza kwaloo nto!