Luke 6:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni niboleka abo nitemba ukuba nobuya namkele kubo, niba nokubulelwa okunina? ngokuba naboni beboleka aboni, ukuze babuye bamkele okulingeneyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa nithi niboleke abo nithembe ukubuya nizuze kubo, ninambulelo mni na? Kuba naboni bayababoleka aboni, ukuze babuye bazuze kwangangoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa niboleka abo nithembe ukwamkela kubo, ninambulelo mni na? Kuba naboni bayababoleka aboni, ukuze babuye bazuze okwakhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa nithi niboleke abo nithembe ukubuyiselwa ngabo bodwa, ninanzuzoni? Kaloku naboni bayabolekana, ukuze babuyiselane.