Luke 6:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu wati kubo: Ndobuza kuni into ibe nye: Kufanelekile ngemini yesabata ukwenza okulungileyo, ukwenza okukohlakeleyo, kusinina? ukulondoloza ubomi, ukububisa, kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ngoko uYesu kubo, Ndiya kunibuza into: okuvumelekileyo ngesabatha kukwenza okulungileyo, kukwenza okubi, kusini na?Kukusindisa ubomi, kukubulala, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kubo, Ndiya kunibuza zwi-nye; Okuvumelekileyo ngesabatha kukwenza okulungileyo, kukwenza okubi, kusini na? kukusindisa ubomi, kukubulala, kusini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi uYesu: “Ndixeleleni: okuvumelekileyo ngoMhla wokuPhumla kukwenza okulungileyo, okanye kukwenza okubi; kukuphilisa umntu, okanye kukubulala, kusini na?”