Luke 7:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiza yacu̔kumisa itala; bati abatwali bema. Yaza yati: Ndodana! nditi kuwe, vuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yafika ke yalichukumisa ithala, bema ke ababethwele. Yathi, Ndodana, ndithi kuwe, Vuka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yafika ke yalichukumisa ithala, bema ke ababethwele. Ithe ke yona, Mfana, ndithi kuwe, Vuka!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yasondela iNkosi, yawachukumisa amanqwanqwa ababemthwele ngawo umfi, baza bema ababemthwele. Yathi: “Mfanandini, vuka!”