Luke 7:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wahlala ofileyo, waqala ukuteta. Yaza yamnikela kunina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka wahlala umfi lowo, waza ke wathetha. Yamnikela ke kunina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuka wahlala umfi lowo, waza wathetha. Waza wamnikela kunina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wavuka wathi qwa umfi lowo, waza wathetha. INkosi ke yamnikela kunina.