Luke 7:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nipumile ukuya kubona nto nina? umntu evatisiwe ngezivato ezitambileyo na? bona ke, abo bahleli ekuvateni okubungcwalisa nasebuyolweni basezindlwini zokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Naye niphume naya kubona ntoni na kodwa? Yaye ingumntu ovethe iingubo ezitofotofo na? Yabonani, abo banxiba iingubo eziqaqambileyo, badle ubuncwane, ngabasezindlwini zookumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye niphume naya kubona ntoni na kodwa? Yaye ingumntu ovethe iingubo ezitofotofo na? Yabonani, abo banxiba iingubo eziqaqambileyo, badle ubuncwane, ngabasezindlwini zookumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naphuma nisiya kubona ntoni na kakade? Yayingumntu ohombileyo na? Niyabona, abo banxiba izivatho eziqaqambileyo, badle amanqatha elizwe, ngabasezindlwini zookumkani.