Luke 7:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguye lo kuba̔liwe ngaye ukuti: Bona ke, ndiyatuma isitunywa sam pambi kwobuso bako, esiya kulungisa indlela yako pambi kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lo ngulowo kubhaliweyo ngaye kwathiwa, Niyabona, mna ndiyamthuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho, Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo ngulowo kubhaliweyo ngaye, kwathiwa, Yabona, mna ndiyasithuma isithunywa sam ngaphambi kobuso bakho, Esiya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYohane ngulowo uThixo atshoyo ngaye eziBhalweni ukuthi: “ ‘Naso isigidimi sam esiya kukwandulela, sikugabulele izigcawu.’