Luke 7:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti inkosi: Ndobafanisa nanto nina abantu besisizukulwana? bafana nanto nina ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ke iNkosi, Ndiya kubafanisa nantoni na ke ngoko abantu besi sizukulwana? Bafana nantoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ke iNkosi, Ndiya kubafanisa nantoni na ke ngoko abantu besi sizukulwana? kwaye zifana nantoni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu yena wayesithi: “Ndingabafanisa nantoni na ke ngoko abantu besi sizukulwana?