Luke 7:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku owabasebafarisini wamtandaza ukuba atye naye. Waza wangena endlwini yomfarisi lowo, wahlala ekutyeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku omnye umFarisi ubemcela ukuba adle naye; waza wangena endlwini yomFarisi lowo, wangqengqa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku omnye umFarisi ubemcela ukuba adle naye; waza wangena endlwini yomFarisi lowo, wahlala phantsi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UmFarasi othile wamema uYesu ukuba aye kutya kwakhe. UYesu ke wangena endlwini yomFarasi lowo, waya kuhlala etafileni.