Luke 7:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bakufika ku‐Yesu, banxamela ukumbongoza, besiti: Ufanele lowo uya kumenzela oku;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akufika ke kuYesu, ambongoza enyamekile, esithi, Ukufanele oko lowo ungamenzelayo oko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akufika ke kuYesu, ambongoza enyamekile, esithi, Ukufanele oko lowo ungamenzelayo oko;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika kuYesu, ambongoza enyamekile, esithi: “Mncede lo mntu,