Luke 7:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bekuko abantu ababini ababenetyala kumboleki etile: omnye wabenetyala ledenari ezimakulu mahlanu, omnye wabenelezimashumi mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaye kukho mboleki-mali uthile, enabantu ababini abanamatyala kuye; omnye wayenetyala leedenariyo ezimakhulu mahlanu, omnye ke zimashumi mahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kukho mboleki-mali uthile, enabantu ababini abanamatyala kuye; omnye wayenetyala leedenariyo ezimakhulu mahlanu, omnye ke zimashumi mahlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uYesu: “Kwakukho mbolekisi-mali uthile, enabantu ababini abanamatyala kuye. Omnye wayenetyala elingangeerandi ezimakhulu mahlanu, omnye ke zingamashumi amahlanu.