Luke 7:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
intloko yam akwayitambisa ngeoli; kanti lo uzitambisile inyawo zam ngamafuta mnandi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intloko yam akuyithambisanga ngaoli; ke yena iinyawo zam uzithambise ngamafutha aqholiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Intloko yam akuyithambisanga ngaoli; ke yena iinyawo zam uzithambise ngamafutha aqholiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intloko yam akuyithambisanga ngamafutha; kanti yena iinyawo zam uzithambise ngamafutha aqholiweyo.