Luke 7:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba etanda uhlanga lwetu, enguye kanjalo owasakela indlu yentlanganiso yetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uyaluthanda uhlanga lwethu, wasakhela nendlu yesikhungu yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uyaluthanda uhlanga lwethu, wasakhela nendlu yesikhungu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uyaluthanda uhlanga lwethu; wada wasakhela *nendlu yesikhungo.”