Luke 8:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku umzekeliso nguwo lo wokuti: Imbewu ililizwi likatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku umzekeliso nguwo lo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku lo mzekeliso uthi: Imbewu lilizwi likaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke kaloku lo mzekeliso uchazwa kanje: Imbewu le lilizwi likaThixo.