Luke 8:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo baselulwalweni ke, ngabati xeshekweni bavileyo, balamkele ilizwi ngovuyo; kanti aba abanangcambo, abakolwayo kube mzuzu, bati ngexesha lokulingwa bapambuke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abo ke baselulwalweni ngabasakuthi, bakuliva, balamkele ngovuyo ilizwi; aba ke abanangcambu; bona bakholwa umzuzwana, ze bathi ngexa lokuhendwa balahle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abo ke baselulwalweni ngabasakuthi, bakuliva, balamkele ngovuyo ilizwi; aba ke abanangcambu, bona bakholwa umzuzwana, ze bathi ngexa lokuhendwa balahle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo ke baselulwalweni ngabathi, bakuliva ilizwi, balamkele ngovuyo, kodwa babe bengenazingcambu zendeleyo, kuba bakholwa okomzuzwana, ze bathi bakuhendwa, balahle.