Luke 8:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Leyo ke yawayo emitolweni, aba bangabo abati bakuba bevile, bahambe baṙwishwe zizitukutezi nobutyebi nemihlali yokudliwa kwobomi, baze bangaqa̔mi kuvutwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Leyo ke yawayo emithaneni enameva, ngabo bathi, belivile, bahambe benamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baminxwe, baze bangavelisi siqhamo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Leyo ke yawayo emithaneni enameva, ngabo bathi, belivile, bahambe benamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baminxwe, baze bangavelisi siqhamo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Leyo yawayo elukhuleni, ngabo bathi bevile baminxwe ekuhambeni kwabo ngamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baze bangavelisi ziqhamo.