Luke 8:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumkani ngoko ukuba niti nina ukuva: ngokuba osukuba enako, kuya kupiwa yena; kanti osukuba engenako, uya kuhlutwa kwa oko aba unako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lumkani ngoko ukuva eniva ngako., kuba osukuba enako, uya kunikwa; nosukuba engenako, uya kuhluthwa noko ngathi unako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lumkani ngoko ukuva eniva ngako; kuba osukuba enako, uya kunikwa; osukuba ke engenako, uya kuhluthwa kwanoko asukuba ekuko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ze nive kakuhle ke; kuba lowo unolutho uya kunikwa, athi lowo ungenanto ahluthwe kwanaloo nto aba unayo.”