Luke 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kwasondela kuye unina nabazalwana bake; bakohlwa ke kumfikelela ngenxa yesihlwele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwafika kuye unina nabazalwana bakhe, baza ababa nako ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwafika kuye unina nabazalwana bakhe, baza ababa nako ukufikelela kuye ngenxa yendimbane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku abantakwabo nonina kaYesu bafika, kodwa àbaba nako ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.