Luke 8:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwashunyayelwa kuye, kusitwa: Unyoko nabazalwana bako bemi pandle, befuna ukukubona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabikelwa ke, kusithiwa, Unyoko nabazalwana bakho bemi ngaphandle, befuna ukukubona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabikelwa ke, kwathiwa, Unyoko nabazalwana bakho bemi ngaphandle, befuna ukukubona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waxelelwa ke kusithiwa: “Nanku unyoko nabantakwenu ngaphandle, befuna ukukubona.”