Luke 8:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wapendula wati kubo: Uma̔ nabazalwana bam bangaba, abalivayo ilizwi likatixo, balenze.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ke yena wathi kubo, Uma nabazalwana bam ngaba bona balivayo ilizwi likaThixo, balenze.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uphendule ke wathi kubo, Uma nabazalwana bam ngaba bona balivayo ilizwi likaThixo, balenze.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula yena wathi kubo: “Umama nabantakwethu ngâbo bathi bakuliva ilizwi likaThixo balenze.”