Luke 8:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zati idemoni zapuma emntwini lowo zangena ezihangwini; waza umhlambi wagalelekela ngeliwa apo elwandlana, wamiwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ziphumile ke iidemon emtwini lowo, zangena ezihagwini;lwaza ugxuba olo lwaphaphatheka, lwehla eweni, lwela edikeni, lwarhaxwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziphumile ke iidemon emtwini lowo, zangena ezihagwini; lwaza ugxuba olo lwaphaphatheka, lwehla eweni, lwela edikeni, lwarhaxwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zaphuma ke iindimoni endodeni leyo, zangena ezihagwini, waza umhlambi lowo waphaphatheka, wehla ethambekeni, waya kweyela elwandle, warhaxwa.