Luke 8:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kwakubutana isihlwele esikulu, besiza kuye abakuzo zonke isixeko, wazekelisa wati:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kwakubon ukuba kuntontelene isihlwele esikhulu, bathi nabemizi ngemizi bawomela kuye. Wathi ngomzekeliso,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke kwahlanganisana kuye isihlwele esikhulu, besiza kuye bephuma kwimizi ngemizi, ubethetha ngomzekeliso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku, kwakuba kuhlanganisene isihlwele esikhulu, kusuke abantu beelali ngeelali beza kuye, uYesu wathetha nabo ngomzekeliso, esithi: