Luke 8:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati akuba ebuyile u‐Yesu, abantu bamamkela ngembuko; ngokuba bonke bebemlinda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke kaloku, ekubuyeni kukaYesu, zamamkela izihlwele;kuba bonke babemlindile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubuyeni kwakhe uYesu, iindimbane zamamkela ngovuyo; kuba bonke babemlindile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi akubuya uYesu, izihlwele zamamkela, kuba bonke babemlindile.