Luke 8:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ibinentombi ikupela kwomntwana wayo, eminyaka yobudala ngati yalishumi linamibini, yati yona yafun’ ukufa. Kwati ekuhambeni kwake, izihlwele zamxinanela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba yabe inentombi, iyizala inye, eminyaka ngathi ilishumi linamibini izelwe; yaye yona iqhawuka. Ke kaloku, ekuyeni kwakhe apho, izihlwele bezimxinile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba yabe inentombi, iyizala inye, eminyaka ngathi ilishumi linamibini izelwe, yaye yona iqhawuka. Ke kaloku, akubon’ ukuba uyahamba abantu bamxina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba yayigulelwa yintombi yayo iqhawuka. Le yayikukuphela kwentombi yayo, iminyaka ngathi ilishumi elinambini izelwe. Ke kaloku ekuyeni kukaYesu apho, izihlwele zazimxinile.