Luke 8:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
weza ngasemva, wacu̔kumisa umqukumbelo wengubo yake; laselinqamka kwa oko igqita legazi lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yeza ngasemva, yachukumisa umqukumbelo wengubo yakhe, lee qoko kwangoko ithombo legazi layo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yeza ngasemva, yachukumisa umqukumbelo wengubo yakhe, lee qoko kwangoko ithombo legazi lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
usondele ngasemva, wachukumisa umqukumbelo wesambatho sakhe, lanqamka kwangoko igazi.