Luke 8:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Yesu wati: Kuko owandicu̔kumisayo; ngokuba ndandisazi ukuba amandla apuma kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu, Ukho ondichukumisileyo; kuba mna ndiyawazi amandla aphumileyo kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu, Ukho ondichukumisileyo; kuba mna ndiyawazi amandla aphumileyo kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu wathi: “Ukho ondichukumisileyo, kuba ndiyaqonda ukuba akho amandla aphumileyo kum.”