Luke 8:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke umfazi lowo akubona ukuba akafihlakele, weza engcangcazela, wawa pantsi pambi kwake, wamshumayeza ebusweni babantu bonke ituba abemcu̔kumisile ngalo, nokokuba wapiliswa kwa oko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe ke intokazi leyo, yakubona ukuba ayifihlakele, yeza igubha, yawa phambi kwakhe, yaxela emehlweni abo bonke abantu, ukuba bekungasizathu sini na ebimchukumisile, nokuphiliswa kwayo kwangoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe ke intokazi leyo, yakubona ukuba ayifihlakele, yeza igubha, yawa phambi kwakhe, yaxela emehlweni abo bonke abantu, ukuba bekungasizathu sini na ebimchukumisile, nokuphiliswa kwayo kwangoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke umfazi lowo, ebona ukuba ubhaqiwe, weza engcangcazela, wazikhahlela phambi kwakhe, waxela phambi kwabo bonke abantu ukuba umchukumisele ntoni na, ekuxela nokuphiliswa kwakhe ngesikhawu.