Luke 8:52 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bebelila bonke, bayenzela isijwili. Kodwa wati: Ningalili; ayifile, ilele butongo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye ke bonke belila, beyimbambazelela. Wathi ke yena, Musani ukulila; ayifile, ilele nje kodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baye ke bonke balila, beyimbambazelela. Wathi ke yena, Musani ukulila; Akafile, ulele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babelila bonke, besenza isijwili; waza wathi: “Sanukulila! Ayifanga; ilele nje le ntombazana.”