Luke 8:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza umoya wayo wabuya weza, yaselisuka kwa oko. Kanjalo wayalela ukuba inikwe ukudla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya umoya wayo, yesuka yema kwangoko; wamisa ukuthi mayinikwe into, idle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya umoya wayo, yesuka yema kwangoko;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuya umoya wayo, yaphakama kwangoko; waza wayalela ukuba inikwe ukutya.