Luke 8:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ke abazali bayo bamangaliswa; kodwa wabayala ukuba mabangaxeleli mntu into eyenzekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besuka abazali bayo bathi nqa; wabathethela ukuba bangakuxeleli bani okuhlileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakhwankqiswa ke abazali bayo; wabayala ukuba bangayixeleli bani le nto yenzekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamangaliseka abazali bayo, waza wabayala ukuba bangayixeleli mntu loo nto yenzekileyo.