Luke 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yawa nenye pakati kwemitolo; yaza imitolo yahluma kunye nayo, yayitshwencisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yimbi yawa phakathi kwemithana enameva, yasuka imithana enameva yahluma kunye nayo, yayiminxa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Embi yawa emithaneni enameva; imithana enameva yakhula kunye nayo, yayiminxa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yimbi yawa phakathi kokhula, lwasuka ukhula lwakhula kunye nayo, lwayiminxa.